1 Usamuweli 17:32 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uDavide kuSawule, Makungathambi ntliziyo yamntu ngenxa yakhe; umkhonzi wakho lo uya kuya alwe nalo mFilisti.

1 Usamuweli 17

1 Usamuweli 17:29-38