1 Usamuweli 17:26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathetha uDavide kumadoda abemi ngakuye, wathi, Yothiwani na indoda embuleleyo lo mFilisti, yayisusa ingcikivo kwaSirayeli? Ngokuba Ășngubani na umFilisti, le nto ingalukileyo, ukuba ade angcikive izintlu zikaThixo ophilileyo?

1 Usamuweli 17

1 Usamuweli 17:21-32