1 Usamuweli 17:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke uDavide waye engunyana waloo mEfrata waseBhetelehem yakwaYuda, ugama linguYese, únyana basibhozo; ubeyindoda eyalupheleyo ngemihla kaSawule, emdala kakhulu phakathi kwamanye amadoda.

1 Usamuweli 17

1 Usamuweli 17:2-20