1 Usamuweli 16:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi, wakufika umoya ombi kaThixo kuSawule, uDavide wathabatha uhadi, wabetha ngesandla sakhe; kwee qabu kuSawule, kwalunga kuye, wemka kuye umoya ombi.

1 Usamuweli 16

1 Usamuweli 16:13-23