1 Usamuweli 16:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYese wathabatha iesile, kubotshelelwe izonka kulo, nentsuba yewayini, netakane lalinye lebhokhwe, wathumela ngoDavide unyana wakhe kuSawule.

1 Usamuweli 16

1 Usamuweli 16:10-23