1 Usamuweli 15:30 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi yena, Ndonile; wòsewundizukisa phambi kwamadoda amakhulu abantu bakowethu, naphambi kwamaSirayeli, ubuye nam, ndimnqule uYehova, uThixo wakho.

1 Usamuweli 15

1 Usamuweli 15:20-31