1 Usamuweli 15:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uSamuweli, UYehova unonelele amadini anyukayo nemibingelelo, ngangokuba enonelele ukuphulaphulwa kwezwi likaYehova, yini na? Yabona, ukuphulaphula kulungile ngaphezu kombingelelo, nokubaza iindlebe kulungile ngaphezu kwamanqatha eenkunzi zeegusha.

1 Usamuweli 15

1 Usamuweli 15:14-26