1 Usamuweli 14:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ke uYonatan kumfana lowo uphatha iintonga zakhe, Hamba siphumele, siye ekampini yaba bangalukileyo; mhlawumbi uYehova wosisebenzela; ngokuba akukho sithintelo kuYehova ukuba asindise ngabaninzi nangabambalwa.

1 Usamuweli 14

1 Usamuweli 14:1-12