1 Usamuweli 14:47 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabuthabatha ke uSawule ubukumkani bakwaSirayeli; walwa ngeenxa zonke neentshaba zakhe zonke, amaMowabhi, noonyana baka-Amon, namaEdom nookumkani baseTsobha, namaFilisti; wathi, ezindaweni zonke abheka kuzo, wawatyela.

1 Usamuweli 14

1 Usamuweli 14:43-49