1 Usamuweli 14:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

enoAhiya, unyana ka-Ahitubhi, umkhuluwa kaIkabhodi, unyana kaPinehasi, unyana kaEli, umbingeleli kaYehova eShilo, enxibe iefodi.* Bebengazi abantu ukuba uYonatan uyile.

1 Usamuweli 14

1 Usamuweli 14:1-11