1 Usamuweli 14:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uSawule ebantwini ababenaye, Khanibale, nibone ukuba ngubani na ongekhoyo kuthi. Babala; yini? akakho uYonatan nomphathi weentonga zakhe.

1 Usamuweli 14

1 Usamuweli 14:13-26