1 Usamuweli 14:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Abaphendula amadoda asekampini ooYonatan nomphathi weentonga zakhe, athi, Nyukani nize kuthi, sinibonize. Wathi uYonatan kumphathi weentonga zakhe, Nyuka emva kwam; ngokuba uYehova uwanikele esandleni samaSirayeli.

1 Usamuweli 14

1 Usamuweli 14:9-13