1 Usamuweli 13:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

USawule wazinyulela amawaka amathathu kumaSirayeli; amawaka amabini ayenoSawule eMikmas nakweleentaba laseBheteli, iwaka elinye laye linoYonatan eGibheha yakwaBhenjamin. Abantu abaseleyo wabandulula, baya elowo ententeni yakhe.

1 Usamuweli 13

1 Usamuweli 13:1-4