1 Usamuweli 12:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba uYehova akayi kubashiya abantu bakhe, ngenxa yegama lakhe elikhulu; ngokuba kwakholeka kuYehova ukunenza abantu bakhe.

1 Usamuweli 12

1 Usamuweli 12:18-25