1 Usamuweli 11:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wababala eBhezeki; oonyana bakaSirayeli bangamawaka angamakhulu amathathu, namadoda akwaYuda angamawaka angamashumi amathathu.

1 Usamuweli 11

1 Usamuweli 11:3-9