1 Usamuweli 11:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bathi abantu kuSamuweli, Ngoobani na abo babesithi, USawule uya kuba ngukumkani kuthi na? Waziseni loo madoda, siwabulale.

1 Usamuweli 11

1 Usamuweli 11:5-13