1 Usamuweli 10:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uSawule, akuthi khwitshi ukuba emke kuSamuweli, uThixo wamguqula, wanantliziyo yimbi. Yafika yonke loo miqondiso kwangayo loo mini.

1 Usamuweli 10

1 Usamuweli 10:3-10