1 Usamuweli 10:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uSamuweli kubantu bonke, Niyambona na lo unyuliweyo nguYehova; ukuba akukho unjengaye ebantwini bonke? Baduma bonke abantu, bathi, Makadle ubomi ukumkani!

1 Usamuweli 10

1 Usamuweli 10:19-27