Babuya babuza kuYehova, bathi, Uselefikile na umntu? Wathi uYehova, Nanko ezímele yena phantsi kwempahla.