1 Usamuweli 10:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uyisekazi kaSawule kuye, nakumfana lowo, Beniye phi na? Wathi, Besifuna iimazi zamaesile; sakùbona ukuba asizifumani, saya kuSamuweli.

1 Usamuweli 10

1 Usamuweli 10:4-17