1 Usamuweli 10:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waphendula umntu wakhona, wathi, Ngubani na uyise wabo? Ngenxa yoko kwabakho umzekeliso wokuthi, Ukúbaprofeti noSawule na?

1 Usamuweli 10

1 Usamuweli 10:9-14