1 Ookumkani 9:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukuba ke nithe nabuya nabuya ekundilandeleni, nina noonyana benu, anayigcina imithetho yam nemimiselo yam, endiyibeke phambi kwenu, naya nakhonza thixo bambi, naqubuda kubo:

1 Ookumkani 9

1 Ookumkani 9:1-15