1 Ookumkani 9:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke koonyana bakaSirayeli uSolomon akenzanga khoboka; kuba bona baba ngamadoda akhe okulwa, nabakhonzi bakhe, nabathetheli bakhe, nabaphathimikhosi bakhe, nabathetheli beenqwelo zakhe zokulwa, nabamahashe bakhe.

1 Ookumkani 9

1 Ookumkani 9:12-28