1 Ookumkani 9:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwakunyuké uFaro ukumkani waseYiputa, wayithimba iGezere, wayitshisa ngomlilo, wawabulala amaKanan abehleli kuloo mzi, wayinika intombi yakhe, umkaSolomon, yaba yinqakwe.

1 Ookumkani 9

1 Ookumkani 9:8-20