1 Ookumkani 8:66 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngosuku lwesibhozo wabandulula abantu. Bambonga ukumkani, baya ke ezintenteni zabo, bevuya, bechwayithile ngenxa yokulunga konke awakwenzayo uYehova kuDavide umkhonzi wakhe, nakumaSirayeli abantu bakhe.

1 Ookumkani 8

1 Ookumkani 8:56-66