1 Ookumkani 8:63 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabingelela ke uSolomon imibingelelo yokubulela, awayibingelelayo kuYehova; amashumi amabini anesibini amawaka eenkomo, ikhulu elinamanci amabini lamawaka empahla emfutshane. Bayisungula ke indlu kaYehova, ukumkani lowo noonyana bonke bakaSirayeli.

1 Ookumkani 8

1 Ookumkani 8:62-66