1 Ookumkani 8:56 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Makabongwe uYehova, obanike ukuphumla abantu bakhe amaSirayeli, njengoko konke wakuthethayo; àkwaphalala nalinye ilizwi kuwo onke amazwi akhe alungileyo, awawathethayo ngoMoses umkhonzi wakhe.

1 Ookumkani 8

1 Ookumkani 8:49-61