1 Ookumkani 8:44 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Xa bathe abantu bakho baphuma, baya kulwa notshaba lwabo, ngendlela obathume ngayo, bathandaza kuYehova, bebhekisa kulo mzi uwunyulileyo, nakule ndlu ndiyakhele igama lakho:

1 Ookumkani 8

1 Ookumkani 8:37-53