1 Ookumkani 8:41-42 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kananjalo owolunye uhlanga, ongengowabantu bakho amaSirayeli, xa athe wavela ezweni elikude ngenxa yegama lakho (ngokuba baya kuliva igama lakho elikhulu, nesandla sakho esithe nkqi, nengalo yakho eyolukileyo); weza ke lowo, wathandaza ekule ndlu:

1 Ookumkani 8

1 Ookumkani 8:36-51