1 Ookumkani 8:37 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Xa kuthe kwakho indlala elizweni, xa kuthe kwakho indyikitya yokufa, xa kuthe kwakho imbabala, nexoshomba, neenkumbi ezinqunquthayo; xa zithe iintshaba zabangqinga elizweni, emizini yabo; nokuba sisiphi isibetho, nokuba sisiphi isifo esithe sakho:

1 Ookumkani 8

1 Ookumkani 8:32-44