1 Ookumkani 8:35 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Xa lithe izulu lavalwa, akwabakho mvula, kuba bekonile, baza bathandaza bekule ndawo, balivuma igama lakho, babuya esonweni sabo, ngokuba ubacinezele:

1 Ookumkani 8

1 Ookumkani 8:34-43