1 Ookumkani 8:29 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ukuba amehlo akho akhangèle kule ndlu ubusuku nemini, kwindawo othe, Liya kuba kuyo igama lam; uphulaphule umthandazo athandaza ngawo umkhonzi wakho kule ndawo.

1 Ookumkani 8

1 Ookumkani 8:26-31