1 Ookumkani 8:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndayimisela khona indawo yetyeya, apho ukhona umnqophiso kaYehova, awawenzayo nobawo bethu ekubakhupheni kwakhe ezweni laseYiputa.

1 Ookumkani 8

1 Ookumkani 8:11-25