1 Ookumkani 8:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uYehova kuDavide ubawo, Ngenxa enokuba kwakukho entliziyweni yakho ukuthi ulakhele indlu igama lam, walungisa ngokuthi kubekho oko entliziyweni yakho;

1 Ookumkani 8

1 Ookumkani 8:8-22