1 Ookumkani 8:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kususela kwimini yokubakhupha kwam abantu bam amaSirayeli eYiputa, andinyulanga mzi ezizweni zonke zakwaSirayeli wokwakha indlu, yokuba libe khona igama lam; ndanyula uDavide ukuba abe phezu kwabantu bam amaSirayeli.

1 Ookumkani 8

1 Ookumkani 8:7-26