1 Ookumkani 7:26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ubungqingqwa balo bebungangobubanzi besandla; udini lwalo belwenziwe lwanjengodini lwendebe, lwaneentyantyambo zeenyibiba; lulingéne amawaka amabini eebhate.*

1 Ookumkani 7

1 Ookumkani 7:17-27