1 Ookumkani 7:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wayila iintsika zambini zobhedu: zalishumi elinesibhozo iikubhite ukuphakama kwentsika inye, nomtya oziikubhite ezilishumi elinambini ukuthandela intsika inye.

1 Ookumkani 7

1 Ookumkani 7:10-25