1 Ookumkani 6:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Indlu ekwakhiweni kwayo yákhiwa ngamatye aselegqityiwe ukulungiswa endaweni ambiwa kuyo; izando nezixholo, zonke iimpahla zesinyithi, azivakalanga kuloo ndlu ekwakhiweni kwayo.

1 Ookumkani 6

1 Ookumkani 6:1-13