1 Ookumkani 6:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yayimisedare kule ndlu ngaphakathi, ilukrolo lwamathangazana neentyantyambo ezithe bhenqe; yangumsedare yonke; akwabonakala litye.

1 Ookumkani 6

1 Ookumkani 6:8-20