Wákha ke umayamo endlwini yonke, waziikhubhite ezintlanu ukuphakama kwawo; wabambelela endlwini ngemisedare.