1 Ookumkani 5:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabathuma eLebhanon, ishumi lamawaka ngenyanga, bekhululana; inyanga enye babe seLebhanon, iinyanga ezimbini babe sekhaya; ke uAdoniram ubephethe abo bafakwa uviko.

1 Ookumkani 5

1 Ookumkani 5:13-18