1 Ookumkani 4:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba ubenobukhosi kulo lonke eliphesheya kwawo uMlambo, lithabathela eTifesa lesa eGaza, kookumkani bonke abaphesheya koMlambo. Wayenoxolo ngeenxa zonke kuye.

1 Ookumkani 4

1 Ookumkani 4:16-27