1 Ookumkani 3:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Mnike umkhonzi wakho intliziyo evayo, yokubalawula abantu bakho, ahlule phakathi kokulungileyo nokungendawo; ngokuba ngubani na onako ukubalawula abantu bakho aba bangaka?

1 Ookumkani 3

1 Ookumkani 3:8-16