1 Ookumkani 3:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kaloku, Yehova Thixo wam, wena umenzé umkhonzi wakho lo wangukumkani esikhundleni sikaDavide ubawo; ndingumntwana omncinane; andikwazi ukuphuma nokungena.

1 Ookumkani 3

1 Ookumkani 3:1-16