1 Ookumkani 22:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabahlanganisa ke ukumkani wakwaSirayeli abaprofeti, bekumakhulu amané amadoda, wathi kubo, Ndíye kulwa na neRamoti yaseGiliyadi, ndiyeke, kusini na? Bathi, Nyuka; iNkosi yoyinikela esandleni sokumkani.

1 Ookumkani 22

1 Ookumkani 22:2-11