1 Ookumkani 22:51 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UAhaziya, unyana ka-Ahabhi, waba ngukumkani kumaSirayeli kwaSamari ngomnyaka weshumi elinesixhenxe kaYehoshafati, ukumkani wakwaYuda, waba neminyaka emibini engukumkani kwaSirayeli.

1 Ookumkani 22

1 Ookumkani 22:45-53