1 Ookumkani 22:45 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ezinye izinto zikaYehoshafati, nobugorha bakhe awabenzayo, nokulwa kwakhe, azibhalwanga na encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaYuda?

1 Ookumkani 22

1 Ookumkani 22:42-49