1 Ookumkani 22:42 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYehoshafati ube minyaka imashumi mathathu anamihlanu ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe. Waba neminyaka emashumi mabini anamihlanu engukumkani eYerusalem. Igama lonina lalinguAzubha, intombi kaShilehi.

1 Ookumkani 22

1 Ookumkani 22:32-45