1 Ookumkani 22:34 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi umntu watyeda isaphetha, efunisela, watsho kukumkani wakwaSirayeli ekuhlanganeni kwengubo yentsimbi namasondo ayo. Wathi yena kumqhubi wenqwelo yakhe yokulwa, Jika izandla zakho, undise ngaphandle komkhosi, ngokuba ndingxwelerhiwe.

1 Ookumkani 22

1 Ookumkani 22:24-42