1 Ookumkani 22:30 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ukumkani wakwaSirayeli kuYehoshafati, Ndiya kuzenza mntu wumbi, ndingene ekulweni; yàmbatha iingubo zakho wena. Wazenza mntu wumbi ukumkani wakwaSirayeli, wangena ekulweni.

1 Ookumkani 22

1 Ookumkani 22:25-39